Skip to product information
1 of 1

Grade 7-9 CAPS Approved Titles (Home Language)

Vula amehlo!

Vula amehlo!

Regular price R 79.53 ZAR
Regular price Sale price R 79.53 ZAR
Sale Sold out
Tax included.

Kwakudaladala igugu lekhaya ngalinye yayilelokuba intyatyambo IsiXhosa yalapho mayibe nowayo umzi ingekade inikwe amagama okuba nguBhengxeshe okanye nguNosala wengingqi. Abazali beli xesha sikulo bahlukile kookhokho bethu ababexhomekeke kubayeni babo ngenkxaso yamalungu onke olo sapho. Abanye abayeni beli sikulo ixesha nangona bengaxakekanga banenkohlakalo yokungafuni ukuzixhasa ngezimali iintsapho zabo. Balindela lukhulu kumakhosikazi asebenzayo; kungoko kufuneka la makhosikazi azixhobise ngezakhono zemisebenzi enokuwanika ikamva eliqaqambileyo. Kananjalo eli bali lisifundisa ukuba izigqibo esizithathayo masingalibali ukuba ziyabachaphazela abo basondeleyo kuthi njengabazali okanye abantwana abangabethu. AmaLungelo oLuntu esiwanikwayo nangacaluli mntu ngokwebala, ngokwesini nangokwenkolo angambeka emagqabini nabani na oneenjongo zokuphumelela.

ISBN: 978-1-4305-3061-9

View full details